Abagwebi 5:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Àbafumene na? Àbâbi amaxhoba na?Yintombi, ziintombi ngambini kwintloko yendoda?Ngamaxhoba eengubo ezimfakamfele kuSisera?Ngamaxhoba eengubo ezimfakamfele, eengubo ezilukwe zamfakamfele?Yingubo emfakamfele, ziingubo ezimbini ezilukwe zamfakamfele ezintanyeni zamaxhoba?

Abagwebi 5

Abagwebi 5:28-31