Abagwebi 5:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kùde nezwi lababi bamaxhoba, apho kukhiwa khona amanzi,Khona apho bobonga imisebenzi kaYehova yobulungisa,Imisebenzi yobulungisa awayenza emaphandleni akhe kwaSirayeli;Oko behla abantu bakaYehova, baya emasangweni.

Abagwebi 5

Abagwebi 5:4-21