Abagwebi 5:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Baza bavuma ooDebhora noBharaki, unyana ka-Abhinowam, ngaloo mini, besithi,

2. Ngenxa yokukhokela kweenkokeli,Ngenxa yokuqhutywa kwabantu ziintliziyo zabo,Bongani uYehova.

Abagwebi 5