Abagwebi 4:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke, Ukuhamba ndiya kuhamba nawe, kodwa akuyi kuba naludumo kule ndlela uyihambayo; ngokuba uYehova uya kuthengisa ngoSisera, amnikele esandleni senkazana. Wesuka ke uDebhora waya noBharaki eKedeshe.

Abagwebi 4

Abagwebi 4:8-18