Abagwebi 4:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bakhala oonyana bakaSirayeli kuYehova; ngokuba ebeneenqwelo zesinyithi ezingamakhulu asithoba; wabaxina ke oonyana bakaSirayeli ngamandla iminyaka emashumi mabini.

Abagwebi 4

Abagwebi 4:1-9