Abagwebi 4:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphuma ke uYaheli, waya wamkhawulela uSisera, wathi kuye, Phambuka, nkosi yam, phambukela kum; musa ukoyika. Waphambukela ke kuye ententeni, wamgubungela ngengubo.

Abagwebi 4

Abagwebi 4:8-21