Abagwebi 3:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bakhala oonyana bakaSirayeli kuYehova; wabavelisela umsindisi onguEhude, unyana kaGera, umBhenjamin, umfo olinxele. Bathumela oonyana bakaSirayeli ngesandla sakhe umnikelo kuEglon, ukumkani wakwaMowabhi.

Abagwebi 3

Abagwebi 3:7-22