Abagwebi 21:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathi oonyana bakaSirayeli, Ngubani na ezizweni zonke zakwaSirayeli onganyukanga eze ebandleni kuYehova? Ngokuba ubefungelwe kakhulu onganyukanga eze kuYehova eMizpa, ngokuthi, Makabulawe afe.

Abagwebi 21

Abagwebi 21:1-12