Kothi, xa ooyise nabanakwazo bazé kubambana nathi, sithi kubo, Sibabaleni ngazo; ngokuba singàbathabathelanga elowo umkakhe ekulweni; ngokuba anibanikanga nina, okanye beniya kuba netyala.