Abagwebi 20:48 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Amadoda akwaSirayeli abuyela koonyana bakaBhenjamin, abulala ngohlangothi lwekrele, ethabathela kumzi, kumadoda ke kwaneenkomo esa kwinto yonke efumanekayo naphi. Kananjalo imizi yonke efunyenweyo ayifaka umlilo.

Abagwebi 20

Abagwebi 20:45-48