Abagwebi 20:42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ajika ke phambi kwamadoda akwaSirayeli, abheka endleleni yentlango. Ukulwa kwathana mbende nawo, besuka nabemi bemizi bawatshabalalisa kuyo.

Abagwebi 20

Abagwebi 20:36-48