Abagwebi 20:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwavela malungana neGibheha ishumi lamawaka amadoda ahleliweyo kumaSirayeli onke; ukulwa kwashushu; babengazi bona ukuba ububi bubafikele.

Abagwebi 20

Abagwebi 20:27-37