Abagwebi 20:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Benyuka bonke oonyana bakaSirayeli, bonke abantu, baya eBheteli, balila, bahlala khona phambi koYehova, bazila ukudla loo mini kwada kwahlwa, banyusa amadini anyukayo nemibingelelo yoxolo phambi koYehova.

Abagwebi 20

Abagwebi 20:18-27