Abagwebi 20:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Babàlwa oonyana bakaBhenjamin ngaloo mhla, bephuma emizini; baba ngamadoda angamashumi amabini anamathandathu amawaka arhola ikrele, ngaphandle kwabemi baseGibheha, ababalwáyo baba ngamadoda ahleliweyo angamakhulu asixhenxe.

Abagwebi 20

Abagwebi 20:13-21