Abagwebi 2:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wafa ke uYoshuwa unyana kaNun, umkhonzi kaYehova, eminyaka ilikhulu elinashumi-nye ezelwe.

Abagwebi 2

Abagwebi 2:1-13