Abagwebi 2:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akufa umgwebi lowo, abuya onakalisa ngaphezu kooyise, alandela thixo bambi ngokubakhonza nangokubanqula; akaziyeka iintlondi zawo nendlela yokuba lukhuni kwawo.

Abagwebi 2

Abagwebi 2:15-23