Abagwebi 2:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wavutha ke umsindo kaYehova kumaSirayeli, wawanikela esandleni sabaphangi, bawaphanga. Wathengisa ngawo, wawanikela esandleni seentshaba zawo ngeenxa zonke; akaba saba nakuma phambi kweentshaba zawo.

Abagwebi 2

Abagwebi 2:11-18