Abagwebi 2:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwenyuka isithunywa sikaYehova eGiligali, saya eBhokim, sathi, Ndaninyusa eYiputa, ndanizisa kwelo zwe ndafunga kooyihlo ngalo, ndathi, Andiyi kuwaphula umnqophiso wam nani naphakade;

Abagwebi 2

Abagwebi 2:1-2