Abagwebi 19:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yaphuma indoda engumninindlu, yaya kuwo, yathi kuwo, Hayi, bazalwana bam, hayi, musani ukukha nenze into embi. Emveni kokuba le ndoda ingene endlwini yam, musani ukwenza obu budenge.

Abagwebi 19

Abagwebi 19:21-24