Abagwebi 19:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baphambukela apho, baya kulala eGibheha; yafika yahlala endaweni yokubutha kwamadoda omzi; akwabakho mntu ubamkelela endlwini yakhe, ukuba balale.

Abagwebi 19

Abagwebi 19:10-25