Akubona ukuba angasendlwini kaMika, alifanisa ilizwi lendodana engumLevi, aphambukela khona, athi kuye, Ùziswe ngubani na apha? Wenza ntoni na kule ndawo? Ungantoni na apha?