Abagwebi 17:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wayibuyisela ke kunina isilivere. Wawathabatha unina amakhulu omabini esilivere, wawanika umnyibilikisi, wenza ngawo umfanekiso oqingqiweyo nomtyhido; waba sendlwini kaMika.

Abagwebi 17

Abagwebi 17:1-7