Abagwebi 16:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke abalaleli babehleli naye egumbini. Wathi umkakhe kuye, AmaFilisti aphezu kwakho, Samson. Wazijaca iintambo, kwanga kukujaceka kwentsontelo yeflakisi* yakuva umlilo; àkaziwa ke amandla akhe.

Abagwebi 16

Abagwebi 16:6-14