Abagwebi 16:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uDelila kuSamson, Khawundixelele ukuba asenini na la mandla akho angaka, nokuba ungakhónkxwa ngantoni na, ukuze uqotywe?

Abagwebi 16

Abagwebi 16:1-2-8