Abagwebi 16:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Behla abazalwana bakhe nendlu kayise yonke, bamthabatha, bamnyusa, bamngcwabela phakathi kweTsora ne-Eshtawoli, engcwabeni likaManowa uyise. Wawalawula yena amaSirayeli iminyaka emashumi mabini.

Abagwebi 16

Abagwebi 16:22-31