Abagwebi 16:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ambamba amaFilisti, amkrukra amehlo; ehla naye aya eGaza, amkhonkxa ngamakhamandela obhedu amabini, waba ngumsili endlwini yamakhonkxwa.

Abagwebi 16

Abagwebi 16:13-29