Abagwebi 16:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kuye, Ungáthini na ukuthi ùyandithanda, ukanti intliziyo yakho ayinam? Undikhohlisile ezi zihlandlo zozithathu, akwandixelela ukuba asenini na la mandla akho angaka.

Abagwebi 16

Abagwebi 16:12-24