Abagwebi 14:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathi kuye uyise nonina, Akukho nkazana ezintombini zabazalwana bakho, nasebantwini bakowethu bonke na, ukuba nje ude uye kuzeka umfazi kumaFilisti angalukileyo? Wathi uSamson kuyise, NdĂ­zekele yona, ngokuba ndikholiwe yiyo.

Abagwebi 14

Abagwebi 14:1-5