Abagwebi 13:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Weza lo mfazi, wathi kwindoda yakhe, Kufike kum umntu kaThixo, imbonakalo yakhe injengembonakalo yesithunywa sikaThixo, isoyikeka kunene; kodwa andimbuzanga apho avela khona, naye akandixelelanga igama lakhe.

Abagwebi 13

Abagwebi 13:1-9