Abagwebi 13:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwabonakala isithunywa sikaYehova kumfazi lowo, sathi kuye, Yabona, uludlolo wena, akuzali; ke uya kumitha, uzale unyana.

Abagwebi 13

Abagwebi 13:2-5