Abagwebi 13:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi umkakhe kuye, Ukuba uYehova ubefuna ukusibulala, angé engalamkelanga esandleni sethu idini elinyukayo, nomnikelo wokudla; angé engasibonisanga zonke ezi zinto; angé engasivisanga okunje ngexesha elinjengeli.

Abagwebi 13

Abagwebi 13:15-25