Abagwebi 13:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathabatha uManowa itakane lebhokhwe nomnikelo wokudla, wazinyusa kuYehova eweni; sona sisenza ngokumangalisayo, bebonela uManowa nomkakhe.

Abagwebi 13

Abagwebi 13:15-25