Abagwebi 12:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wayenoonyana abamashumi mathathu; waya kwendisa ngaphandle iintombi ezimashumi mathathu, wazekela oonyana bakhe iintombi ezimashumi mathathu ezivela ngaphandle. Wawalawula amaSirayeli iminyaka esixhenxe.

Abagwebi 12

Abagwebi 12:5-10