Abagwebi 12:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Khawuthi, Shibholete; wathi yena, Sibholete, engalungisi ukulibiza ngokwenjenjalo; asuke ambambe, amsike emazibukweni eYordan. Kwawa ke ngelo xesha kumaEfrayim amawaka angamashumi omané anamabini.

Abagwebi 12

Abagwebi 12:3-15