Abagwebi 12:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawabutha uYifeta onke amadoda aseGiliyadi, walwa namaEfrayim. Amadoda aseGiliyadi awabulala amaEfrayim, ngokuba ebesithi, Ningabasabileyo kumaEfrayim, nina maGiliyadi, phakathi kwamaEfrayim namaManase.

Abagwebi 12

Abagwebi 12:1-9