Abagwebi 12:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waye enoonyana abamashumi mané, noonyana boonyana abamashumi mathathu, abakhwela kumaesile amatsha amashumi asixhenxe. Wawalawula amaSirayeli iminyaka esibhozo.

Abagwebi 12

Abagwebi 12:11-15