Abagwebi 11:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYifeta kumadoda amakhulu aseGiliyadi, Ukuba nithe nandibuyisa, ukuze ndilwe noonyana baka-Amon, uYehova wabanikela kum, mna ndoba yintloko kuni na?

Abagwebi 11

Abagwebi 11:1-12