Abagwebi 11:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYifeta kumadoda amakhulu aseGiliyadi, Asinini yini na abandithiyáyo, bandigxotha endlwini kabawo? Kungani na ukuba nize kum kaloku, nakuba nibandezelekile?

Abagwebi 11

Abagwebi 11:4-14