Abagwebi 11:39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, ekupheleni kweenyanga ezimbini, yabuya yeza kuyise, wasenzela kuyo isibhambathiso sakhe, awayesibhambathisile; ke yona yayingazani nandoda. Yaba lisiko kwaSirayeli ukuthi, imihla kamihla,

Abagwebi 11

Abagwebi 11:37-40