Abagwebi 11:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wababulala kakhulu kunene, kwathabathela eArohere kwada kwaya eMiniti, imizi emashumi mabini, kwesa eAbhelekeramim. Bathotywa oonyana baka-Amon phambi koonyana bakaSirayeli.

Abagwebi 11

Abagwebi 11:26-40