Abagwebi 11:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngoku wena ulunge ngaphezu koBhalaki unyana kaTsipore, ukumkani wakwaMowabhi, yini na? Wákha wabambana nokubambana na yena namaSirayeli, wakha walwa nokulwa na yena nawo?

Abagwebi 11

Abagwebi 11:18-32