Abagwebi 11:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

amaSirayeli athuma abathunywa kukumkani wakwaEdom, esithi, Makhe ndicande ezweni lakho. Ke ukumkani wakwaEdom akaphulaphulanga. Athuma nakukumkani wakwaMowabhi, naye akavumanga. Ahlala amaSirayeli eKadeshe.

Abagwebi 11

Abagwebi 11:15-20