Abagwebi 1:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uAdoni waseBhezeki, Ookumkani abamashumi asixhenxe babechola phantsi kwetafile yam, benqunyulwe oozithupha noobhontsi; njengoko ndenza ngako, wenjénjalo uThixo ukubuyekeza kum. Bamsa eYerusalem, wafela khona.

Abagwebi 1

Abagwebi 1:1-12