Abagwebi 1:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYuda kuSimon umkhuluwa wakhe, Nyuka nam, siye eqashisweni lam silwe namaKanan; nam ndoya nawe eqashisweni lakho. USimon wahamba naye ke.

Abagwebi 1

Abagwebi 1:2-9