Abagwebi 1:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waya uYuda noSimon umkhuluwa wakhe, bawabulala amaKanan abehleli eTsefati, bayitshabalalisa. Kwathiwa igama laloo mzi yiHorma.

Abagwebi 1

Abagwebi 1:16-27