2 Usamuweli 8:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ama-Aram* aseDamasko eza kumnceda uHadadezere ukumkani weTsobha. UDavide wabulala kuma-Aram amashumi amabini anamabini amawaka amadoda.

2 Usamuweli 8

2 Usamuweli 8:1-6