2 Usamuweli 8:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawaxabela amaMowabhi, wawalinganisa ngolutya, ewalalisa emhlabeni; walinganisa izintya zambini zokubulala, nolutya lwalunye oluzalisekileyo lokusindisa. Ke amaMowabhi aba ngabakhonzi kuDavide, azisa iminikelo.

2 Usamuweli 8

2 Usamuweli 8:1-9