2 Usamuweli 8:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke uYowabhi, unyana kaTseruya, wayephethe umkhosi; noYehoshafati, unyana ka-Ahiludi, wayengumkhumbuzi wezinto zakomkhulu.

2 Usamuweli 8

2 Usamuweli 8:8-18