2 Usamuweli 7:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kaloku, Nkosi yam Yehova, unguye uThixo; namazwi akho aya kuba yinyaniso. Uthethé oko kulungileyo kumkhonzi wakho;

2 Usamuweli 7

2 Usamuweli 7:18-29