wathi ukumkani kuNatan umprofeti, Khawukhangele, ndihleli endlwini yemisedare,* ke yona ityeya kaThixo ihleli phakathi kwamalengalenga.